Hezekile 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngonyaka wesithandathu, ngeyesithandathu inyanga, ngomhla wesihlanu enyangeni leyo, ndandihleli endlwini yam yaye amadoda amakhulu akwaYuda ayehleli phambi kwam,+ xa isandla seNkosi enguMongami uYehova sawa phezu kwam apho.+
8 Ngonyaka wesithandathu, ngeyesithandathu inyanga, ngomhla wesihlanu enyangeni leyo, ndandihleli endlwini yam yaye amadoda amakhulu akwaYuda ayehleli phambi kwam,+ xa isandla seNkosi enguMongami uYehova sawa phezu kwam apho.+