Yoshuwa 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+ Hezekile 36:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+
9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+
22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+