Daniyeli 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Ngoko ndanqwenela ukwazi ngerhamncwa lesine, elalahlukile kuwo onke amanye, lisoyikeka ngokungaqhelekanga, linamazinyo entsimbi, neenzipho zalo izezobhedu, elaliqwenga, lityumza, lize likunyathele ngeenyawo zalo okuseleyo;+ Daniyeli 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Waqhubeka ke endichazela esithi, ‘Eli rhamncwa lesine bubukumkani besine obuya kubakho emhlabeni, obuya kwahluka kuzo zonke ezinye izikumkani; bona buya kuwuqwenga wonke umhlaba, buwunyathelele phantsi, buwutyumze.+ Yohane 11:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Ukuba siyamyeka ngale ndlela, bonke baya kukholwa kuye,+ aze amaRoma+ eze ayithabathe indawo yethu+ nohlanga lwethu.”
19 “Ngoko ndanqwenela ukwazi ngerhamncwa lesine, elalahlukile kuwo onke amanye, lisoyikeka ngokungaqhelekanga, linamazinyo entsimbi, neenzipho zalo izezobhedu, elaliqwenga, lityumza, lize likunyathele ngeenyawo zalo okuseleyo;+
23 “Waqhubeka ke endichazela esithi, ‘Eli rhamncwa lesine bubukumkani besine obuya kubakho emhlabeni, obuya kwahluka kuzo zonke ezinye izikumkani; bona buya kuwuqwenga wonke umhlaba, buwunyathelele phantsi, buwutyumze.+
48 Ukuba siyamyeka ngale ndlela, bonke baya kukholwa kuye,+ aze amaRoma+ eze ayithabathe indawo yethu+ nohlanga lwethu.”