Mateyu 12:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ezazi iingcamango zabo,+ wathi kubo: “Bonke ubukumkani obahlulelene bodwa buyaphanza,+ yaye sonke isixeko okanye indlu eyahlulelene yodwa ayiyi kuma.
25 Ezazi iingcamango zabo,+ wathi kubo: “Bonke ubukumkani obahlulelene bodwa buyaphanza,+ yaye sonke isixeko okanye indlu eyahlulelene yodwa ayiyi kuma.