Daniyeli 2:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ke uDaniyeli wenza isicelo kukumkani, waza wamisela uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ ukuba balawule iphondo laseBhabhiloni, kodwa yena uDaniyeli wayesenkundleni+ kakumkani.
49 Ke uDaniyeli wenza isicelo kukumkani, waza wamisela uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ ukuba balawule iphondo laseBhabhiloni, kodwa yena uDaniyeli wayesenkundleni+ kakumkani.