Luka 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa xa beningenisa phambi kweendibano zikawonke-wonke namagosa aseburhulumenteni nasemagunyeni, musani ukuxhalela indlela okanye oko niya kuzithethelela ngako okanye oko niya kukutsho;+ Luka 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke kuzinziseni ezintliziyweni zenu ukungayiqheliseli kwangaphambili indlela yokuzithethelela,+ IZenzo 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ekuphenduleni uPetros nabanye abapostile bathi: “Simele sithobele uThixo njengomlawuli kunabantu.+
11 Kodwa xa beningenisa phambi kweendibano zikawonke-wonke namagosa aseburhulumenteni nasemagunyeni, musani ukuxhalela indlela okanye oko niya kuzithethelela ngako okanye oko niya kukutsho;+
14 Ngoko ke kuzinziseni ezintliziyweni zenu ukungayiqheliseli kwangaphambili indlela yokuzithethelela,+
29 Ekuphenduleni uPetros nabanye abapostile bathi: “Simele sithobele uThixo njengomlawuli kunabantu.+