Duteronomi 32:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba alinjengeLiwa lethu iliwa lazo,+Neentshaba zethu asizizo ezigqibayo.+ Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+ Daniyeli 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uyahlangula yaye uyakhulula,+ wenza imiqondiso nemimangaliso emazulwini+ nasemhlabeni,+ kuba umhlangule uDaniyeli emathupheni eengonyama.”
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
27 Uyahlangula yaye uyakhulula,+ wenza imiqondiso nemimangaliso emazulwini+ nasemhlabeni,+ kuba umhlangule uDaniyeli emathupheni eengonyama.”