Duteronomi 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu? INdumiso 71:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ubulungisa bakho, Thixo, bufikelela kwindawo ephakamileyo;+Ngokuphathelele izinto ezinkulu ozenzileyo,+Owu Thixo, ngubani na onjengawe?+ Daniyeli 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uyahlangula yaye uyakhulula,+ wenza imiqondiso nemimangaliso emazulwini+ nasemhlabeni,+ kuba umhlangule uDaniyeli emathupheni eengonyama.” Roma 11:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Hayi ubunzulu bobutyebi+ nobobulumko+ nobolwazi+ lukaThixo! Hayi indlela engaphengululeki ngayo imigwebo yakhe+ nendlela ezingalandeki ngayo iindlela zakhe!
34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu?
19 Ubulungisa bakho, Thixo, bufikelela kwindawo ephakamileyo;+Ngokuphathelele izinto ezinkulu ozenzileyo,+Owu Thixo, ngubani na onjengawe?+
27 Uyahlangula yaye uyakhulula,+ wenza imiqondiso nemimangaliso emazulwini+ nasemhlabeni,+ kuba umhlangule uDaniyeli emathupheni eengonyama.”
33 Hayi ubunzulu bobutyebi+ nobobulumko+ nobolwazi+ lukaThixo! Hayi indlela engaphengululeki ngayo imigwebo yakhe+ nendlela ezingalandeki ngayo iindlela zakhe!