Genesis 41:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngoko uFaro wathi kubakhonzi bakhe: “Singamfumana na omnye umntu onjengalo, onomoya kaThixo?”+ Daniyeli 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wasuka uDaniyeli wongama+ ngaphezu kwamanye amagosa aphakamileyo namabamba, njengoko wayenomoya ongaqhelekanga;+ kangangokuba ukumkani wazimisela ukumphakamisa ongamele bonke ubukumkani.
3 Wasuka uDaniyeli wongama+ ngaphezu kwamanye amagosa aphakamileyo namabamba, njengoko wayenomoya ongaqhelekanga;+ kangangokuba ukumkani wazimisela ukumphakamisa ongamele bonke ubukumkani.