INdumiso 75:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba nguThixo umgwebi.+Uyamthoba lo, amphakamise lowa.+ INdumiso 89:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Imbewu yakhe iya kubakho de kuse kwixesha elingenammiselo,+Netrone yakhe ibe njengelanga phambi kwam.+ Mateyu 25:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Xa uNyana womntu+ efika esebuqaqawulini bakhe, nazo zonke iingelosi zikunye naye,+ uya kwandula ke ahlale phantsi kwitrone yakhe yobuqaqawuli.+ Luka 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+ Luka 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 kwaye uya kulawula njengokumkani phezu kwendlu kaYakobi ngonaphakade, yaye ubukumkani+ bakhe abuyi kuba nasiphelo.”
36 Imbewu yakhe iya kubakho de kuse kwixesha elingenammiselo,+Netrone yakhe ibe njengelanga phambi kwam.+
31 “Xa uNyana womntu+ efika esebuqaqawulini bakhe, nazo zonke iingelosi zikunye naye,+ uya kwandula ke ahlale phantsi kwitrone yakhe yobuqaqawuli.+
32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+
33 kwaye uya kulawula njengokumkani phezu kwendlu kaYakobi ngonaphakade, yaye ubukumkani+ bakhe abuyi kuba nasiphelo.”