IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 47:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Udiniwe bubuninzi babacebisi bakho. Ke kaloku, mabeme baze bakusindise, abanquli bamazulu, abo bakhangela iinkwenkwezi,+ abo bathi ekuthwaseni kweenyanga bazise ngezinto eziya kukufikela.

  • Daniyeli 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Zangena ke zonke izilumko zikakumkani, kodwa azaba nako ukuwufunda loo mbhalo nokumchazela ukumkani intsingiselo yawo.+

  • Daniyeli 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ndibize izilumko nabo banobugqi, ukuba bafunde lo mbhalo, bandichazele nentsingiselo yawo; kodwa abakwazanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share