Daniyeli 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Amahlamvu awo ayemahle, unentabalala yeziqhamo ezanela bonke abantu. Phantsi kwawo izilo zasendle+ zazifuna umthunzi,+ neentaka zamazulu zazihlala emasebeni awo,+ yaye wawusondla zonke iindidi zezidalwa.
12 Amahlamvu awo ayemahle, unentabalala yeziqhamo ezanela bonke abantu. Phantsi kwawo izilo zasendle+ zazifuna umthunzi,+ neentaka zamazulu zazihlala emasebeni awo,+ yaye wawusondla zonke iindidi zezidalwa.