Roma 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ngenxa yokuba, nangona babemazi uThixo, abakhange bamzukise njengoThixo bengakhange futhi bambulele,+ kodwa basuka baba ziziphukuphuku+ kwiingcinga zabo, neentliziyo zabo ezingenakuqiqa zenziwa mnyama.+
21 ngenxa yokuba, nangona babemazi uThixo, abakhange bamzukise njengoThixo bengakhange futhi bambulele,+ kodwa basuka baba ziziphukuphuku+ kwiingcinga zabo, neentliziyo zabo ezingenakuqiqa zenziwa mnyama.+