-
Daniyeli 6:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Onke amagosa aphakamileyo ebukumkanini nabathetheli namabamba namagosa aphakamileyo asebukhosini neerhuluneli, acebe ukuba kumiselwe ummiselo wasebukhosini+ kubekwe nesalelo, sokuba wonk’ ubani obongoza nakuwuphi na uthixo okanye umntu ongenguwe, kumkani, kwiintsuku ezingamashumi amathathu, ufanele aphoswe emhadini weengonyama.+
-