Hebhere 11:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 abathi ngokholo boyisa izikumkani kungquzulwano,+ baphumeza ubulungisa,+ bazuza izithembiso,+ bavingca imilomo yeengonyama,+
33 abathi ngokholo boyisa izikumkani kungquzulwano,+ baphumeza ubulungisa,+ bazuza izithembiso,+ bavingca imilomo yeengonyama,+