Duteronomi 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+ 1 Kronike 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Funani uYehova namandla akhe,+Funani ubuso bakhe rhoqo.+ IMizekeliso 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Intliziyo yakho mayingabamoneli aboni,+ kodwa yoyika uYehova imini yonke.+
5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+