Genesis 41:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi kusasa, waphazamiseka emoyeni.+ Ngoko wathumela ukuba kubizwe bonke ababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa+ nazo zonke izilumko zakhona,+ waza uFaro wababalisela amaphupha akhe.+ Kodwa akubangakho namnye uwatolikileyo kuFaro. Daniyeli 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndabona iphupha, landoyikisa.+ Ndathi ndisemandlalweni wam ndanemifanekiso-ngqondweni nemibono yentloko yam eyandothusayo.+
8 Kwathi kusasa, waphazamiseka emoyeni.+ Ngoko wathumela ukuba kubizwe bonke ababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa+ nazo zonke izilumko zakhona,+ waza uFaro wababalisela amaphupha akhe.+ Kodwa akubangakho namnye uwatolikileyo kuFaro.
5 Ndabona iphupha, landoyikisa.+ Ndathi ndisemandlalweni wam ndanemifanekiso-ngqondweni nemibono yentloko yam eyandothusayo.+