Genesis 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.” Mateyu 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ebakhangela ebusweni, uYesu wathi kubo: “Ebantwini le yinto engenakwenzeka, kodwa kuThixo izinto zonke zinako ukwenzeka.”+ Luka 1:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 ngenxa yokuba uThixo akavakalisi nto ingenakwenzeka.”+
14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.”
26 Ebakhangela ebusweni, uYesu wathi kubo: “Ebantwini le yinto engenakwenzeka, kodwa kuThixo izinto zonke zinako ukwenzeka.”+