Isaya 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Yiza ngoku, kukrole oko elucwecweni ukunye nabo, ukubhale kwanasencwadini,+ ukuze kube kokomhla ozayo, kube bubungqina ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Habhakuki 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uYehova wandiphendula wathi: “Wubhale phantsi umbono, uze uwukrole ngokucacileyo emacwecweni,+ ukuze lowo uwufunda ngokuvakalayo enjenjalo ngokutyibilikayo.+ 2 Timoti 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ kwaye siyingenelo ekufundiseni,+ ekohlwayeni,+ ekulungelelaniseni izinto,+ ekuqeqesheleni+ ebulungiseni, ISityhilelo 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 lisithi: “Oko ukubonayo kubhale+ emsongweni uze ukuthumele kumabandla asixhenxe,+ e-Efese+ naseSmirna+ nasePergamo+ naseTiyatira+ naseSardesi+ naseFiladelfi+ naseLawodike.”+
8 “Yiza ngoku, kukrole oko elucwecweni ukunye nabo, ukubhale kwanasencwadini,+ ukuze kube kokomhla ozayo, kube bubungqina ukusa kwixesha elingenammiselo.+
2 Waza uYehova wandiphendula wathi: “Wubhale phantsi umbono, uze uwukrole ngokucacileyo emacwecweni,+ ukuze lowo uwufunda ngokuvakalayo enjenjalo ngokutyibilikayo.+
16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ kwaye siyingenelo ekufundiseni,+ ekohlwayeni,+ ekulungelelaniseni izinto,+ ekuqeqesheleni+ ebulungiseni,
11 lisithi: “Oko ukubonayo kubhale+ emsongweni uze ukuthumele kumabandla asixhenxe,+ e-Efese+ naseSmirna+ nasePergamo+ naseTiyatira+ naseSardesi+ naseFiladelfi+ naseLawodike.”+