1 Samuweli 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+ Nehemiya 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ndandula ndathi kukumkani: “Phila ngonaphakade kumkani!+ Ndiya kuthini na ukungadakumbi ekubeni isixeko,+ indlu yendawo yokungcwaba ookhokho bam,+ iphanzisiwe, namasango aso edliwe agqitywa ngumlilo?”+ Daniyeli 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Athi kuNebhukadenetsare ukumkani: “Phila ngonaphakade kumkani.+
24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+
3 Ndandula ndathi kukumkani: “Phila ngonaphakade kumkani!+ Ndiya kuthini na ukungadakumbi ekubeni isixeko,+ indlu yendawo yokungcwaba ookhokho bam,+ iphanzisiwe, namasango aso edliwe agqitywa ngumlilo?”+