Genesis 41:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi kusasa, waphazamiseka emoyeni.+ Ngoko wathumela ukuba kubizwe bonke ababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa+ nazo zonke izilumko zakhona,+ waza uFaro wababalisela amaphupha akhe.+ Kodwa akubangakho namnye uwatolikileyo kuFaro.
8 Kwathi kusasa, waphazamiseka emoyeni.+ Ngoko wathumela ukuba kubizwe bonke ababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa+ nazo zonke izilumko zakhona,+ waza uFaro wababalisela amaphupha akhe.+ Kodwa akubangakho namnye uwatolikileyo kuFaro.