Daniyeli 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Enye ke yathi kwindoda eyambethe ilinen,+ ebiphezu kwamanzi omsinga: “Kuya kude kube nini na ukuphela kwezi zinto zimangalisayo?”+
6 Enye ke yathi kwindoda eyambethe ilinen,+ ebiphezu kwamanzi omsinga: “Kuya kude kube nini na ukuphela kwezi zinto zimangalisayo?”+