Daniyeli 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kolunye lwazo kwaphuma olunye uphondo oluncinane,+ lwaza lwaya lusiba lukhulu kakhulu lwabhekisa ngasemzantsi nangasempumalanga nangakwilizwe Eliligugu.+
9 Kolunye lwazo kwaphuma olunye uphondo oluncinane,+ lwaza lwaya lusiba lukhulu kakhulu lwabhekisa ngasemzantsi nangasempumalanga nangakwilizwe Eliligugu.+