Daniyeli 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Emva koko ndabona elinye irhamncwa, linjengehlosi,+ kodwa lalinamaphiko amane esidalwa esiphaphazelayo emhlana. Kwaye eli rhamncwa lalineentloko ezine,+ laza lanikwa igunya lokulawula.
6 “Emva koko ndabona elinye irhamncwa, linjengehlosi,+ kodwa lalinamaphiko amane esidalwa esiphaphazelayo emhlana. Kwaye eli rhamncwa lalineentloko ezine,+ laza lanikwa igunya lokulawula.