IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 12:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Ukususela kwixesha lokupheliswa+ kombingelelo owenziwa rhoqo+ kwaza kwabekwa into elizothe+ lesiphanziso, yoba ziintsuku eziliwaka elinamakhulu amabini anamashumi asithoba.

  • Mateyu 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Ngoko ke, xa nibona into elizothe ebangela isiphanziso,+ njengoko kwathethwa ngayo ngomprofeti uDaniyeli, imi kwindawo engcwele,+ (ofundayo makaqiqe,)

  • Marko 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Noko ke, xa nibona into elizothe+ ebangela isiphanziso+ imi apho ingafanele ime khona (ofundayo makaqiqe),+ mabandule abo bakwelakwaYuda basabele ezintabeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share