IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Emva koko ndabona elinye irhamncwa, linjengehlosi,+ kodwa lalinamaphiko amane esidalwa esiphaphazelayo emhlana. Kwaye eli rhamncwa lalineentloko ezine,+ laza lanikwa igunya lokulawula.

  • Daniyeli 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ndathi ndisaqwalasele njalo, kwavela inkunzi yebhokhwe+ ngasentshonalanga ihamba phezu komhlaba uphela, ingawuchukumisi umhlaba. Le nkunzi yebhokhwe yayinophondo oluphawulekayo phakathi kwamehlo ayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share