9 Ukuba anindazisi iphupha elo, isigwebo+ senu simi, asijiki. Kuba nigqibe ekubeni nindikhohlise ngamazwi obuxoki,+ ngethemba lokuba izinto ziza kuguquka ekuhambeni kwexesha. Ngoko ndixeleleni iphupha elo, yaye ndiya kwazi ukuba ninako ukubonisa ukutolikwa kwalo.”