1 Kumkani 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke. INdumiso 79:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Silungcikivo kubamelwane bethu,+Into yokugxekwa nokugculelwa ngabo basijikelezileyo.+ Yeremiya 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+
7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.
9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+