Genesis 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uAbraham wasondela waza wathi: “Ngaba ngokwenene uya kulitshayela ilungisa kunye nongendawo kusini na?+ Malaki 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
23 Ngoko uAbraham wasondela waza wathi: “Ngaba ngokwenene uya kulitshayela ilungisa kunye nongendawo kusini na?+
18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+