Yohane 3:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Lowo ubamkeleyo ubungqina bakhe ubeke itywina lakhe kubo lokuba uThixo uyinyaniso.+ 2 Korinte 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba kungakhathaliseki ukuba zininzi kangakanani na izithembiso+ zikaThixo, ziye zaba nguEwe ngaye.+ Ngoko ke kwangaye kuthiwa “Amen”+ kuThixo ukuze azukiswe ngathi.
20 Kuba kungakhathaliseki ukuba zininzi kangakanani na izithembiso+ zikaThixo, ziye zaba nguEwe ngaye.+ Ngoko ke kwangaye kuthiwa “Amen”+ kuThixo ukuze azukiswe ngathi.