Nehemiya 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko ndathi kukumkani: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani,+ yaye ukuba umkhonzi wakho ubonakala elungile phambi kwakho,+ ukuba undithume kwaYuda, kwisixeko sendawo yokungcwaba ookhokho bam, ukuba ndiye kusakha kwakhona.”+
5 Emva koko ndathi kukumkani: “Ukuba kubonakala kulungile kukumkani,+ yaye ukuba umkhonzi wakho ubonakala elungile phambi kwakho,+ ukuba undithume kwaYuda, kwisixeko sendawo yokungcwaba ookhokho bam, ukuba ndiye kusakha kwakhona.”+