Genesis 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+ Genesis 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+ Luka 1:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 kanye njengoko waxelayo kookhokho bethu, kuAbraham nakwimbewu yakhe, ngonaphakade.”+
18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+
7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+