-
ISityhilelo 13:4INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
4 Yaye bayinqula inamba ngenxa yokuba yanika irhamncwa igunya, balinqula nerhamncwa besithi: “Ngubani na onjengerhamncwa elo, ingubani na onako ukulwa idabi nalo?”
-