Yohane 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke wena, Bawo, ndizukise ecaleni kwakho ngozuko endandinalo ecaleni kwakho phambi kokubakho kwehlabathi.+ Kolose 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nani ke niye napheleliswa ngaye, lowo uyintloko yabo bonke oorhulumente namagunya.+ 1 Petros 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ungasekunene kukaThixo,+ kuba wemka waya ezulwini; zaza iingelosi+ namagunya namandla zathotyelwa phantsi kwakhe.+
5 Ngoko ke wena, Bawo, ndizukise ecaleni kwakho ngozuko endandinalo ecaleni kwakho phambi kokubakho kwehlabathi.+
22 Ungasekunene kukaThixo,+ kuba wemka waya ezulwini; zaza iingelosi+ namagunya namandla zathotyelwa phantsi kwakhe.+