INdumiso 139:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nobumnyama obo bebungayi kungqineka bumnyama gqitha kuwe,+Kodwa ubusuku bebuya kukhanya kanye njengemini;+Ubumnyama bungasuka nje bube njengokukhanya.+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
12 Nobumnyama obo bebungayi kungqineka bumnyama gqitha kuwe,+Kodwa ubusuku bebuya kukhanya kanye njengemini;+Ubumnyama bungasuka nje bube njengokukhanya.+
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+