IMizekeliso 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nika umntu osisilumko uya kulumka ngakumbi.+ Nika ilungisa ukwazi liya kwandisa ukuqonda. Zekariya 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+ Mateyu 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye ezi ndaba zilungileyo+ zobukumkani+ ziya kushunyayelwa kuwo wonke umhlaba omiweyo kube bubungqina kuzo zonke iintlanga;+ kwandule ke kufike ukuphela.+
23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+
14 Kwaye ezi ndaba zilungileyo+ zobukumkani+ ziya kushunyayelwa kuwo wonke umhlaba omiweyo kube bubungqina kuzo zonke iintlanga;+ kwandule ke kufike ukuphela.+