Daniyeli 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Emva koko ndabona elinye irhamncwa, linjengehlosi,+ kodwa lalinamaphiko amane esidalwa esiphaphazelayo emhlana. Kwaye eli rhamncwa lalineentloko ezine,+ laza lanikwa igunya lokulawula. Daniyeli 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndathi ndisaqwalasele njalo, kwavela inkunzi yebhokhwe+ ngasentshonalanga ihamba phezu komhlaba uphela, ingawuchukumisi umhlaba. Le nkunzi yebhokhwe yayinophondo oluphawulekayo phakathi kwamehlo ayo.+
6 “Emva koko ndabona elinye irhamncwa, linjengehlosi,+ kodwa lalinamaphiko amane esidalwa esiphaphazelayo emhlana. Kwaye eli rhamncwa lalineentloko ezine,+ laza lanikwa igunya lokulawula.
5 Ndathi ndisaqwalasele njalo, kwavela inkunzi yebhokhwe+ ngasentshonalanga ihamba phezu komhlaba uphela, ingawuchukumisi umhlaba. Le nkunzi yebhokhwe yayinophondo oluphawulekayo phakathi kwamehlo ayo.+