Hoseya 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngokuqinisekileyo ndiya kumhlwayela njengembewu yam emhlabeni,+ ndimenzele inceba ongenzelwanga nceba,+ ndithi kwabo bangengobantu bam: “Ungabantu bam”;+ bona baya kuthi: “UnguThixo wam.”’”+
23 Ngokuqinisekileyo ndiya kumhlwayela njengembewu yam emhlabeni,+ ndimenzele inceba ongenzelwanga nceba,+ ndithi kwabo bangengobantu bam: “Ungabantu bam”;+ bona baya kuthi: “UnguThixo wam.”’”+