Isaya 41:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Musa ukoyika, wena mbungu+ unguYakobi, nina madoda akwaSirayeli.+ Mna ngokwam ndiza kukunceda,” utsho uYehova, yena kanye uMhlawuleli wakho,+ Lowo Ungcwele kaSirayeli. Mika 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+
14 “Musa ukoyika, wena mbungu+ unguYakobi, nina madoda akwaSirayeli.+ Mna ngokwam ndiza kukunceda,” utsho uYehova, yena kanye uMhlawuleli wakho,+ Lowo Ungcwele kaSirayeli.
4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+