Hoseya 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baye babuya, kodwa ababuyelanga kophezulu;+ bafane nesaphetha esityeketyeke.+ Iinkosana zabo ziya kuwa ngekrele ngenxa yokuqalekisa kolwimi lwazo.+ Oku kuya kuba kukugculelwa kwabo elizweni laseYiputa.”+ Hoseya 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Abayi kuqhubeka behlala elizweni likaYehova,+ yaye uEfrayim makabuyele eYiputa,+ eAsiriya baya kudla oko kungahlambulukanga.+
16 Baye babuya, kodwa ababuyelanga kophezulu;+ bafane nesaphetha esityeketyeke.+ Iinkosana zabo ziya kuwa ngekrele ngenxa yokuqalekisa kolwimi lwazo.+ Oku kuya kuba kukugculelwa kwabo elizweni laseYiputa.”+
3 Abayi kuqhubeka behlala elizweni likaYehova,+ yaye uEfrayim makabuyele eYiputa,+ eAsiriya baya kudla oko kungahlambulukanga.+