Isaya 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 nabantwana babo kanye baya kutyunyuzwa phambi kwamehlo abo.+ Izindlu zabo ziya kuphangwa, nabafazi babo baya kudlwengulwa.+ Nahum 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nayo yayifanele ithinjwe; yabanjwa.+ Abantwana bayo nabo batyunyuzwa kuzo zonke iimbombo zezitrato;+ kwaye amadoda azukileyo enza amaqashiso ngayo,+ yaye bonke abo bayo bakhulu babotshwe ngamakhamandela.+
16 nabantwana babo kanye baya kutyunyuzwa phambi kwamehlo abo.+ Izindlu zabo ziya kuphangwa, nabafazi babo baya kudlwengulwa.+
10 Nayo yayifanele ithinjwe; yabanjwa.+ Abantwana bayo nabo batyunyuzwa kuzo zonke iimbombo zezitrato;+ kwaye amadoda azukileyo enza amaqashiso ngayo,+ yaye bonke abo bayo bakhulu babotshwe ngamakhamandela.+