IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 29:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 UMoses wambiza uSirayeli wonke wathi kuye: “Nikubonile konke akwenzileyo uYehova phambi kwamehlo enu ezweni laseYiputa kuFaro nakubakhonzi bakhe bonke nakwilizwe lakhe lonke,+

  • 2 Kronike 36:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UYehova uTHIXO wookhokho babo waqhubeka ethumela nxamnye nabo abathunywa bakhe,+ ebathumela kaninzi-ninzi, ngenxa yokuba waba nemfesane ngabantu bakhe+ nangendawo yakhe yokuhlala.+

  • Zekariya 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “‘Musani ukuba njengooyihlo+ abamemezayo kubaprofeti bangaphambili,+ besithi: “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Khanincede, nibuye ezindleleni zenu ezimbi nakwizenzo zenu ezibi.’”’+

      “‘Kodwa abazange baphulaphule, yaye abazange banikele ngqalelo kum,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share