2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Isaya 30:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba basisizwana esinemvukelo,+ oonyana abangenanyaniso,+ oonyana abangavumiyo ukuwuva umthetho kaYehova;+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
9 Kuba basisizwana esinemvukelo,+ oonyana abangenanyaniso,+ oonyana abangavumiyo ukuwuva umthetho kaYehova;+