Hoseya 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ngokuba ngumoya aqhubeka ewuhlwayela, yaye uya kuvuna umoya wesaqhwithi.+ Akukho kudla kuziinkozo kumilileyo.+ Akukho hlumelo livelisa umgubo.+ Ukuba mhlawumbi kukho eliwuvelisayo, abasemzini baya kuwuginya.+
7 “Ngokuba ngumoya aqhubeka ewuhlwayela, yaye uya kuvuna umoya wesaqhwithi.+ Akukho kudla kuziinkozo kumilileyo.+ Akukho hlumelo livelisa umgubo.+ Ukuba mhlawumbi kukho eliwuvelisayo, abasemzini baya kuwuginya.+