Genesis 32:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.”
28 Yathi ke yona: “Igama lakho akusayi kuba sathiwa nguYakobi kodwa liya kuba nguSirayeli,+ kuba usukuzene+ noThixo kwakunye nabantu waza ekugqibeleni woyisa.”