IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+

  • Yeremiya 16:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 kodwa kuthiwe: “Ephila nje uYehova owabanyusayo oonyana bakaSirayeli kwilizwe lasemntla nasemazweni onke awayebasasazele kuwo!” kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabuyisela emhlabeni wabo, endawunika ookhokho babo.’+

  • Hezekile 39:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “‘Baya kwazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, xa ndibathumela ekuthinjweni ezintlangeni ndize okunene ndibabuthele ndawonye emhlabeni wabo,+ kangangokuba andiyi kushiya namnye kubo apho.+

  • Amosi 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share