Isaya 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye uthi: “Ungaze ugcobe kwakhona,+ wena ucinezelweyo, ntombi enyulu yaseSidon.+ Sukuma, welela eKitim.+ Kwanalapho akuyi kuba nakuphumla.” Zekariya 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 NeHamati+ iya kuba ngumda wayo; iTire+ neSidon,+ kuba ilumke kakhulu.+
12 Yaye uthi: “Ungaze ugcobe kwakhona,+ wena ucinezelweyo, ntombi enyulu yaseSidon.+ Sukuma, welela eKitim.+ Kwanalapho akuyi kuba nakuphumla.”