Yeremiya 49:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “UEdom umele abe yinto ekhwankqisayo.+ Wonk’ ubani odlula apho ngakuye uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yazo zonke izibetho zakhe.+ Hezekile 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kusolulela nakwelakwaEdom+ isandla sam ndize ndinqumle kulo umntu nesilwanyana sasekhaya,+ ndilenze libe yindawo ephanzileyo ukususela kwaTeman,+ kuse nakwaDedan.+ Baya kuwa likrele.
17 “UEdom umele abe yinto ekhwankqisayo.+ Wonk’ ubani odlula apho ngakuye uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yazo zonke izibetho zakhe.+
13 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kusolulela nakwelakwaEdom+ isandla sam ndize ndinqumle kulo umntu nesilwanyana sasekhaya,+ ndilenze libe yindawo ephanzileyo ukususela kwaTeman,+ kuse nakwaDedan.+ Baya kuwa likrele.