Duteronomi 28:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Woba neminquma kwimimandla yakho yonke, kodwa akuyi kuzithambisa ngaoli, ngokuba iziqhamo zakho zomnquma ziya kuvuthuluka.+
40 Woba neminquma kwimimandla yakho yonke, kodwa akuyi kuzithambisa ngaoli, ngokuba iziqhamo zakho zomnquma ziya kuvuthuluka.+