Eksodus 30:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ekungeneni kwabo ententeni yokuhlangana bohlamba ngamanzi ukuze bangafi, nasekusondeleni kwabo esibingelelweni ukuze balungiselele, baqhumisele ngomnikelo wasemlilweni kuYehova.+ 1 Korinte 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?
20 Ekungeneni kwabo ententeni yokuhlangana bohlamba ngamanzi ukuze bangafi, nasekusondeleni kwabo esibingelelweni ukuze balungiselele, baqhumisele ngomnikelo wasemlilweni kuYehova.+
13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?